1 Kumkani 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ngenxa yezono zonke zikaBhahasha nezono zikaElaha+ unyana wakhe awona ngazo nawamonisa ngazo uSirayeli ngokucaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zabo ezililize.+
13 ngenxa yezono zonke zikaBhahasha nezono zikaElaha+ unyana wakhe awona ngazo nawamonisa ngazo uSirayeli ngokucaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zabo ezililize.+