1 Kumkani 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+ 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ INdumiso 34:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+ IMizekeliso 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+
20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+
8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+