IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Isekho indoda enye esingabuzisa ngayo kuYehova;+ kodwa mna ngokuqinisekileyo ndiyithiyile,+ kuba ayiprofeti izinto ezilungileyo ngam kodwa ezimbi+—uMikaya unyana kaImla.” Noko ke, uYehoshafati wathi: “Ukumkani makangathethi into enjalo.”+

  • IMizekeliso 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Umgculeli akamthandi omohlwayayo.+ Akayi kuya kwizilumko.+

  • IMizekeliso 23:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Musa ukuthetha endlebeni yesiyatha,+ kuba siya kuwadelela amazwi akho anengqondo.+

  • Mateyu 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Musani ukukunika izinja+ okungcwele, neeperile zenu ningaziphosi phambi kweehagu, hleze zizinyathele+ ngeenyawo zize zijike ziniqwenge.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share