2 Kronike 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo+ zentsimbi waza wathi: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ngezi uya kuwatyhala ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”+
10 Waza uZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo+ zentsimbi waza wathi: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ngezi uya kuwatyhala ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”+