21 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ngokuphathelele uAhabhi unyana kaKolaya noZedekiya unyana kaMahaseya, abaniprofetela ubuxoki egameni lam,+ ukuthi, ‘Yabonani, ndibanikela esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, kwaye umele abaxabele phambi kwamehlo enu.+