Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Yeremiya 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+
16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+