IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 14:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Waza ke uAbram wathi kukumkani waseSodom: “Ndiyasiphakamisa isandla sam ukuze ndifunge+ kuYehova ongOyena Thixo Uphakamileyo, uMvelisi wezulu nomhlaba,

  • Duteronomi 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+

  • Duteronomi 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Uze umoyike uYehova uThixo wakho.+ Uze umkhonze,+ unamathele kuye,+ ufunge ngegama lakhe.+

  • ABagwebi 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Siya kwenza ntoni na kwabo baseleyo ngokuphathelele abafazi, njengoko thina ngokwethu sifungile+ kuYehova ukuba singabaniki nanye yeentombi zethu njengabafazi?”+

  • Isaya 65:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 khon’ ukuze nabani na ozisikelelayo emhlabeni azisikelele ngoTHIXO wokholo,+ naye nabani na owenza isifungo emhlabeni uya kufunga ngoTHIXO wokholo;+ ngenxa yokuba ukubandezeleka kwangaphambili okunene kuya kulityalwa nangenxa yokuba okunene kuya kufihlwa emehlweni am.+

  • Yeremiya 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share