Duteronomi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi nabani na oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+ 2 Kronike 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza wathi ukumkani kuye: “Ndikufungise+ izihlandlo ezingaphi na ukuba ungathethi nto yimbi ngaphandle kwenyaniso kum egameni likaYehova?”+
11 “‘Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi nabani na oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+
15 Waza wathi ukumkani kuye: “Ndikufungise+ izihlandlo ezingaphi na ukuba ungathethi nto yimbi ngaphandle kwenyaniso kum egameni likaYehova?”+