1 Samuweli 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye amadoda akwaSirayeli ayebandezelekile ngaloo mini, ukanti uSawule wabafungisa abantu,+ esithi: “Uqalekisiwe umntu odla isonka phambi kokuba kuhlwe ndide ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam!” Yaye akukho namnye ebantwini owangcamla isonka.+ Mateyu 26:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Kodwa uYesu wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Ndikufungisa+ ngoThixo ophilayo ukuba usixelele enoba unguye na uKRISTU+ uNyana kaThixo!”
24 Kwaye amadoda akwaSirayeli ayebandezelekile ngaloo mini, ukanti uSawule wabafungisa abantu,+ esithi: “Uqalekisiwe umntu odla isonka phambi kokuba kuhlwe ndide ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam!” Yaye akukho namnye ebantwini owangcamla isonka.+
63 Kodwa uYesu wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Ndikufungisa+ ngoThixo ophilayo ukuba usixelele enoba unguye na uKRISTU+ uNyana kaThixo!”