2 Kronike 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UZedekiya+ unyana kaKenahana+ wasondela kuMikaya+ wamqhwaba esidleleni+ wathi: “Udlule ngayiphi indlela umoya kaYehova kum ukuze uze kuthetha nawe?”+
23 UZedekiya+ unyana kaKenahana+ wasondela kuMikaya+ wamqhwaba esidleleni+ wathi: “Udlule ngayiphi indlela umoya kaYehova kum ukuze uze kuthetha nawe?”+