1 Kumkani 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo zentsimbi waza wathi: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Uya kuwatyhala ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”+
11 Waza uZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo zentsimbi waza wathi: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Uya kuwatyhala ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”+