1 Kumkani 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+
30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+