Isaya 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuya kuthi ke nabani na osabileyo esandini sento enkwantyisayo awele emgongxweni, kuthi nabani na onyukayo ephuma emgongxweni abanjiswe sisibatha.+ Kuba wona kanye amasango ezikhukula aphezulu okunene aya kuvuleka,+ neziseko zomhlaba ziya kunyikima.+ Yeremiya 48:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 ‘Nabani na osabayo ngenxa yokunkwantya uya kuwela emgongxweni; naye nabani na onyukayo ephuma emgongxweni uya kubanjwa sisibatha.’+ “‘Kuba ndiya kumzisela uMowabhi, unyaka wokunikwa kwakhe ingqalelo,’+ utsho uYehova. Amosi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+ Amosi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nokuba bazifihla phezu kweKarmele, ndiya kubagocagoca ngenyameko apho yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubathabatha.+ Nokuba bayazifihla phambi kwamehlo am emgangathweni wolwandle,+ ndiya kuyalela inyoka apho, yaye imele ibalume.
18 Kuya kuthi ke nabani na osabileyo esandini sento enkwantyisayo awele emgongxweni, kuthi nabani na onyukayo ephuma emgongxweni abanjiswe sisibatha.+ Kuba wona kanye amasango ezikhukula aphezulu okunene aya kuvuleka,+ neziseko zomhlaba ziya kunyikima.+
44 ‘Nabani na osabayo ngenxa yokunkwantya uya kuwela emgongxweni; naye nabani na onyukayo ephuma emgongxweni uya kubanjwa sisibatha.’+ “‘Kuba ndiya kumzisela uMowabhi, unyaka wokunikwa kwakhe ingqalelo,’+ utsho uYehova.
14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+
3 Nokuba bazifihla phezu kweKarmele, ndiya kubagocagoca ngenyameko apho yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubathabatha.+ Nokuba bayazifihla phambi kwamehlo am emgangathweni wolwandle,+ ndiya kuyalela inyoka apho, yaye imele ibalume.