Genesis 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke yena wadlulela phambi kwabo waza waqubuda emhlabeni kasixhenxe wada wasondela kumntakwabo.+ Genesis 48:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Emva koko uYosefu wabasusa emadolweni akhe, waza waqubuda ngobuso bakhe emhlabeni.+ Eksodus 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko nangoko uMoses waphuma waya kumhlangabeza umkhwe wakhe, waqubuda waza wamanga;+ babuzana impilo. Emva koko bangena ententeni.
7 Ngoko nangoko uMoses waphuma waya kumhlangabeza umkhwe wakhe, waqubuda waza wamanga;+ babuzana impilo. Emva koko bangena ententeni.