2 Kronike 35:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYosiya akazange abujike ubuso bakhe kuye,+ kodwa wazenza+ mntu wumbi walwa naye yaye akazange awaphulaphule amazwi kaNeko+ avela emlonyeni kaThixo. Ngoko weza kulwa kwithafa elisentlanjeni yaseMegido.+ IMizekeliso 21:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+
22 UYosiya akazange abujike ubuso bakhe kuye,+ kodwa wazenza+ mntu wumbi walwa naye yaye akazange awaphulaphule amazwi kaNeko+ avela emlonyeni kaThixo. Ngoko weza kulwa kwithafa elisentlanjeni yaseMegido.+