IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko uYerobhoham wathi emfazini wakhe: “Nceda, uvuke, uze uzenze mntu wumbi+ ukuze bangakwazi ukuba ungumfazi kaYerobhoham, uze uye eShilo. Khangela! Ulapho umprofeti uAhiya.+ Nguye owathetha ngokubhekisele kum njengoza kuba ngukumkani phezu kwesi sizwana.+

  • 1 Kumkani 22:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi ndingene edabini,+ kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi+ waza wangena edabini.+

  • 2 Kronike 18:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi+ ndingene edabini, kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi, emva koko bangena edabini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share