1 Kumkani 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+
22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+