21 Wandula ke uAhitofele wathi kuAbhisalom: “Yiba neentlobano zokwazana namashweshwe kayihlo,+ awashiyileyo ukuba anyamekele indlu.+ Ngokuqinisekileyo wonke uSirayeli uya kuva ukuba uzenze wanuka kakubi+ kuyihlo,+ yaye izandla+ zabo bonke abo banawe ngokuqinisekileyo ziya komelela.”