2 Kumkani 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngomhla wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani wakwaYuda, uYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani. 2 Kronike 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayeneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala uYehoram ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula+ iminyaka esibhozo eYerusalem.
16 Ngomhla wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani wakwaYuda, uYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.
5 Wayeneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala uYehoram ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula+ iminyaka esibhozo eYerusalem.