2 Samuweli 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+ INdumiso 109:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Oonyana bakhe mababe ngamakhwenkwe angenayise+Nomfazi wakhe abe ngumhlolokazi.+ Mateyu 27:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Baphendula ke bonke abantu bathi: “Igazi lakhe malibe phezu kwethu naphezu kwabantwana bethu.”+
29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+