6 Ngaphezu koko, wasikhupha isibonda esingcwele+ endlwini kaYehova wasisa kummandla ongaphandle kweYerusalem, entlanjeni yaseKidron, waza wasitshisela+ kwintlambo yaseKidron, wasisila saluthuli yaye uthuli lwaso waluphosa kwindawo yokungcwaba+ oonyana babantu.