Duteronomi 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho. Duteronomi 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Isono senu enasenzayo, ithole elo,+ ndalithabatha, ndalitshisa ngomlilo, ndalityumza, ndalisila lada lacoleka laluthuli; emva koko ndaluphosa uthuli lwalo kumsinga owawusihla entabeni.+
25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho.
21 Isono senu enasenzayo, ithole elo,+ ndalithabatha, ndalitshisa ngomlilo, ndalityumza, ndalisila lada lacoleka laluthuli; emva koko ndaluphosa uthuli lwalo kumsinga owawusihla entabeni.+