Numeri 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+ Yobhi 33:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+
6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+
15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+