2 Samuweli 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.” Hebhere 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abo bathe ngokuwasenzisa amandla abo okuqonda+ bawaqeqeshela ukwahlula okulungileyo nokubi.+
17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.”
14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abo bathe ngokuwasenzisa amandla abo okuqonda+ bawaqeqeshela ukwahlula okulungileyo nokubi.+