INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Efese 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kulowo unako ukwenza ngaphezu koko sikucelayo nesikuthelekelelayo,+ ngamandla akhe asebenzayo+ kuthi,
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
20 Ke kaloku kulowo unako ukwenza ngaphezu koko sikucelayo nesikuthelekelelayo,+ ngamandla akhe asebenzayo+ kuthi,