1 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+ 2 Kronike 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ukuba wena uya kuhamba phambi kwam, kanye njengoko uDavide+ uyihlo wahambayo, wenze ngokuvumelana nako konke endikuyalele kona,+ uyigcine imimiselo yam+ nezigwebo zam,+
5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+
17 “Ukuba wena uya kuhamba phambi kwam, kanye njengoko uDavide+ uyihlo wahambayo, wenze ngokuvumelana nako konke endikuyalele kona,+ uyigcine imimiselo yam+ nezigwebo zam,+