Numeri 32:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Yena uYayire unyana kaManase wahamba waya kuthimba iidolophana zakhona zeentente, waza wazibiza ngokuthi yiHavoti-yayire.+ Duteronomi 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “UYayire+ unyana kaManase wathabatha wonke ummandla weArgobhi+ ukusa emdeni wamaGeshure+ namaMahakati,+ waza wazibiza ezo dolophana zaseBhashan ngelakhe igama, ngokuthi yiHavoti-yayire,+ unanamhla.
41 Yena uYayire unyana kaManase wahamba waya kuthimba iidolophana zakhona zeentente, waza wazibiza ngokuthi yiHavoti-yayire.+
14 “UYayire+ unyana kaManase wathabatha wonke ummandla weArgobhi+ ukusa emdeni wamaGeshure+ namaMahakati,+ waza wazibiza ezo dolophana zaseBhashan ngelakhe igama, ngokuthi yiHavoti-yayire,+ unanamhla.