Duteronomi 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “UYayire+ unyana kaManase wathatha wonke ummandla waseArgobhi+ ukuya kutsho kumda wamaGeshure nowamaMahakati,+ waza ezo lali zaseBhashan wazithiya ngegama lakhe wathi yiHavoti-yayire,*+ kude kube namhlanje.
14 “UYayire+ unyana kaManase wathatha wonke ummandla waseArgobhi+ ukuya kutsho kumda wamaGeshure nowamaMahakati,+ waza ezo lali zaseBhashan wazithiya ngegama lakhe wathi yiHavoti-yayire,*+ kude kube namhlanje.