1 Kumkani 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye oko ungakucelanga ndiya kukunika,+ kokubini ubutyebi+ nozuko, ukuze kungabikho unjengawe phakathi kookumkani, yonke imihla yakho.+ 2 Kronike 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nangobulumko.+ INtshumayeli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+
13 Yaye oko ungakucelanga ndiya kukunika,+ kokubini ubutyebi+ nozuko, ukuze kungabikho unjengawe phakathi kookumkani, yonke imihla yakho.+
22 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nangobulumko.+
19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+