Luka 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha. Kolose 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nguye uvimba wabo bonke ubuncwane bobulumko nolwazi.+
31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha.