6 Amagumbi asemacaleni, yayiligumbi elisecaleni liphezu kwegumbi elisecaleni, imigangatho emithathu, kangangamashumi amathathu; yaye ayengena eludongeni lwendlu, oko kukuthi, amagumbi asemacaleni macala onke, ukuze abe nokubambeka, kodwa ayengabambekanga eludongeni lwendlu.+