1 Kumkani 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uHiram wathumela kuSolomon, esithi: “Ndikuvile ondithumelele kona. Mna ndiya kukwenza konke okuya kukuyolisa kumbandela wamaplanga omthi womsedare namaplanga omthi wejunipha.+ 2 Kronike 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye indlu enkulu+ wayigubungela ngomthi wejunipha, waza wawugubungela ngegolide,+ wandula waleka phezu kwayo umthi wamasundu+ nemixokelelwane.+
8 Ngako oko uHiram wathumela kuSolomon, esithi: “Ndikuvile ondithumelele kona. Mna ndiya kukwenza konke okuya kukuyolisa kumbandela wamaplanga omthi womsedare namaplanga omthi wejunipha.+
5 Yaye indlu enkulu+ wayigubungela ngomthi wejunipha, waza wawugubungela ngegolide,+ wandula waleka phezu kwayo umthi wamasundu+ nemixokelelwane.+