1 Kumkani 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+
15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+