1 Kumkani 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye umsedare owawungaphakathi endlwini wawunezihombiso ezikroliweyo ezimilise okwethangazana+ nezezidanga zeentyatyambo.+ Yayingumsedare yonke; kwakungekho litye libonakalayo. 2 Kumkani 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngako oko othile waphuma waya emasimini waya kukha imifuno,+ wafumana umdiliya wasendle waza wakha amathangazana kuwo, wazalisa isambatho sakhe, wawaxabelela embizeni yesityu, kuba babengaqhelananga nawo.
18 Kwaye umsedare owawungaphakathi endlwini wawunezihombiso ezikroliweyo ezimilise okwethangazana+ nezezidanga zeentyatyambo.+ Yayingumsedare yonke; kwakungekho litye libonakalayo.
39 Ngako oko othile waphuma waya emasimini waya kukha imifuno,+ wafumana umdiliya wasendle waza wakha amathangazana kuwo, wazalisa isambatho sakhe, wawaxabelela embizeni yesityu, kuba babengaqhelananga nawo.