Isaya 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+
19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+