Eksodus 39:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wagqitywa ke wonke umsebenzi womnquba wentente yokuhlangana, kuba oonyana bakaSirayeli benza njengako konke uYehova awamyalela kona uMoses.+ Benza kanye njengoko. Eksodus 39:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wawubona uMoses wonke loo msebenzi, kwaye, khangela! bawenze kanye njengoko wayeyalele uYehova. Benze njengoko. Ngako oko wabasikelela ke uMoses.+
32 Wagqitywa ke wonke umsebenzi womnquba wentente yokuhlangana, kuba oonyana bakaSirayeli benza njengako konke uYehova awamyalela kona uMoses.+ Benza kanye njengoko.
43 Wawubona uMoses wonke loo msebenzi, kwaye, khangela! bawenze kanye njengoko wayeyalele uYehova. Benze njengoko. Ngako oko wabasikelela ke uMoses.+