1 Kumkani 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye wahlabela mgama wathi: “Nceda, uthi kuSolomon ukumkani (kuba akayi kubususa ubuso bakho) makandinike uAbhishagi+ umShunem+ abe ngumfazi wam.” 1 Kumkani 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+
17 Yaye wahlabela mgama wathi: “Nceda, uthi kuSolomon ukumkani (kuba akayi kubususa ubuso bakho) makandinike uAbhishagi+ umShunem+ abe ngumfazi wam.”
22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+