IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+

  • Duteronomi 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndajika ke ndehla entabeni+ ndaza ndawabeka amacwecwe etyeyeni endayenzayo, ukuze ahlale khona, kanye njengoko uYehova wandiyalelayo.+

  • Hebhere 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share