Eksodus 40:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+
20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+