Eksodus 40:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Waza uMoses akaba nakungena ententeni yokuhlangana,+ ngokuba ilifu lahlala phezu kwayo baza nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.+ 2 Kronike 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kwaye ababingeleli abazange bakwazi ukuma belungiselela ngenxa yelifu;+ kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaTHIXO oyinyaniso. Hezekile 44:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoku ke yandisa ngendlela yesango lasemntla phambi kweNdlu, ukuze ndibone, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babuzalise indlu kaYehova.+ Ndaza ke ndawa ngobuso.+
35 Waza uMoses akaba nakungena ententeni yokuhlangana,+ ngokuba ilifu lahlala phezu kwayo baza nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.+
14 kwaye ababingeleli abazange bakwazi ukuma belungiselela ngenxa yelifu;+ kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaTHIXO oyinyaniso.
4 Ngoku ke yandisa ngendlela yesango lasemntla phambi kweNdlu, ukuze ndibone, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babuzalise indlu kaYehova.+ Ndaza ke ndawa ngobuso.+