Eksodus 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+ Duteronomi 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “La Mazwi wawathetha uYehova ebandleni lenu lonke entabeni leyo phakathi komlilo,+ efini nasentsunguzini yesithokothoko, ngelizwi elikhulu, akongeza nto; emva koko wawabhala emacwecweni amatye amabini waza wawanika mna.+ INdumiso 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+ INdumiso 97:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ujikelezwe ngamafu nesithokothoko;+Ubulungisa nomgwebo yindawo ekumiswe kuyo itrone yakhe.+
21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+
22 “La Mazwi wawathetha uYehova ebandleni lenu lonke entabeni leyo phakathi komlilo,+ efini nasentsunguzini yesithokothoko, ngelizwi elikhulu, akongeza nto; emva koko wawabhala emacwecweni amatye amabini waza wawanika mna.+
11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+