2 Kronike 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Umele uphulaphule isicelo sobabalo somkhonzi wakho+ nesabantu bakho amaSirayeli abathandazela ngaso le ndawo,+ ukuze wena uve ukwindawo ohlala kuyo, emazulwini;+ kwaye umele uve uze uxolele.+ INdumiso 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova ukhangele esemazulwini,+Ubabonile bonke oonyana babantu.+
21 Umele uphulaphule isicelo sobabalo somkhonzi wakho+ nesabantu bakho amaSirayeli abathandazela ngaso le ndawo,+ ukuze wena uve ukwindawo ohlala kuyo, emazulwini;+ kwaye umele uve uze uxolele.+