Yoshuwa 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 USirayeli wonile, yaye bawugqithile umnqophiso wam+ endawubeka njengomyalelo kubo; yaye bathabathe enye yezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ yaye bebile+ baza bakugcina kuyimfihlelo+ oko yaye bayifake phakathi kweempahla zabo.+ 2 Kumkani 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+
11 USirayeli wonile, yaye bawugqithile umnqophiso wam+ endawubeka njengomyalelo kubo; yaye bathabathe enye yezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ yaye bebile+ baza bakugcina kuyimfihlelo+ oko yaye bayifake phakathi kweempahla zabo.+
7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+