Genesis 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Eksodus 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye ndonisa ngokuqinisekileyo ezweni elo ndaphakamisa isandla sam ndafunga+ ngalo ukuba ndolinika uAbraham, uIsake noYakobi; ndoninika lona ngokuqinisekileyo njengelifa.+ NdinguYehova.’”+ Yoshuwa 21:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko uYehova wamnika uSirayeli lonke ilizwe awayefungile ukumnika kookhokho bakhe,+ yaye balidla ilifa+ ilizwe baza bahlala kulo.
15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
8 Yaye ndonisa ngokuqinisekileyo ezweni elo ndaphakamisa isandla sam ndafunga+ ngalo ukuba ndolinika uAbraham, uIsake noYakobi; ndoninika lona ngokuqinisekileyo njengelifa.+ NdinguYehova.’”+
43 Ngoko uYehova wamnika uSirayeli lonke ilizwe awayefungile ukumnika kookhokho bakhe,+ yaye balidla ilifa+ ilizwe baza bahlala kulo.