Eksodus 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika, kuba uTHIXO oyinyaniso uzele ukuza kunivavanya,+ nokuze kubekho ukumoyika ebusweni benu ukuze ningoni.”+ Duteronomi 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze umoyike+ uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imimiselo nemiyalelo yakhe endikuyalela yona, wena nonyana wakho nomzukulwana wakho,+ yonke imihla yobomi bakho, ukuze yolulwe imihla yakho.+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
20 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika, kuba uTHIXO oyinyaniso uzele ukuza kunivavanya,+ nokuze kubekho ukumoyika ebusweni benu ukuze ningoni.”+
2 ukuze umoyike+ uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imimiselo nemiyalelo yakhe endikuyalela yona, wena nonyana wakho nomzukulwana wakho,+ yonke imihla yobomi bakho, ukuze yolulwe imihla yakho.+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.