IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 51:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! Ngenimba ndazalelwa esiphosweni,+

      Yaye uma wandikhawulela esonweni.+

  • INdumiso 130:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ukuba ubulinda iziphoso,+ Ya,

      Owu Yehova, ngubani na obenokuma?+

  • INdumiso 143:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Musa ukumsa ematyaleni umkhonzi wakho;+

      Kuba phambi kwakho akukho bani uphilayo unokuba lilungisa.+

  • IMizekeliso 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngubani onokuthi: “Ndiyihlambulule intliziyo yam;+ ndisulungekile esonweni sam”?+

  • INtshumayeli 7:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba akukho mntu ulilungisa emhlabeni oqhubeka esenza okulungileyo angoni.+

  • Isaya 53:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+

  • Roma 3:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba bonke bonile+ baza basilela kuzuko lukaThixo,+

  • Galati 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa iSibhalo+ sibalela zonke izinto ekuthini ziphantsi kwesono,+ ngoko ke isithembiso sizuzwa ngokukholwa kuYesu Kristu yaye sinikelwa kwabo babonisa ukholo.+

  • 1 Yohane 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukuba sithi: “Asinasono,”+ siyazikhohlisa+ yaye inyaniso ayikho kuthi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share