Levitikus 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye uAron umele abeke izandla zakhe zozibini+ entlokweni yebhokhwe ephilileyo aze azivume+ phezu kwayo zonke iziphoso+ zoonyana bakaSirayeli nemvukelo yabo yonke ezonweni zabo zonke,+ azibeke phezu kwentloko leyo yebhokhwe,+ ayindulule iye entlango+ ngesandla sendoda elungiselelwe oko.+ 1 Petros 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kaloku, kwanoKristu olilungisa wafa kwaba kanye ngenxa yezono,+ efela abo bangengomalungisa,+ ukuze anikhokelele kuThixo,+ ebulewe esenyameni,+ kodwa wenziwa waphila esemoyeni.+
21 Yaye uAron umele abeke izandla zakhe zozibini+ entlokweni yebhokhwe ephilileyo aze azivume+ phezu kwayo zonke iziphoso+ zoonyana bakaSirayeli nemvukelo yabo yonke ezonweni zabo zonke,+ azibeke phezu kwentloko leyo yebhokhwe,+ ayindulule iye entlango+ ngesandla sendoda elungiselelwe oko.+
18 Kaloku, kwanoKristu olilungisa wafa kwaba kanye ngenxa yezono,+ efela abo bangengomalungisa,+ ukuze anikhokelele kuThixo,+ ebulewe esenyameni,+ kodwa wenziwa waphila esemoyeni.+