Duteronomi 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+ 2 Kronike 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwathi ekubandezelekeni kwakhe,+ wambongoza uYehova uThixo+ wakhe waqhubeka ezithoba+ kakhulu ngenxa kaTHIXO wookhokho bakhe.
29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+
12 Kwathi ekubandezelekeni kwakhe,+ wambongoza uYehova uThixo+ wakhe waqhubeka ezithoba+ kakhulu ngenxa kaTHIXO wookhokho bakhe.