2 Kronike 32:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Noko ke, uHezekiya wazithoba+ kwikratshi lentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem, yaye ukucaphuka kukaYehova akubafikelanga ngemihla kaHezekiya.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ 1 Petros 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+
26 Noko ke, uHezekiya wazithoba+ kwikratshi lentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem, yaye ukucaphuka kukaYehova akubafikelanga ngemihla kaHezekiya.+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+