Genesis 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+ Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ 2 Kumkani 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+